Master Kg’s Ithemba Lam Lyrics (Ft. Mpumi, Prince Benza)

Wanitwa mos
Wanitwa mos
Master Master KG

Liphi na Ithemba lahko
Elam’ Ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

Liphi na Ithemba lahko
Elam’ Ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

NguThixo etheni lo Thixo wakho?
Unguban’ na lo Thixo wakho?
Ukwenzela nton’na?
Babuzile bayabuza ithemba lam

NguThixo etheni lo Thixo wakho?
Unguban’ na lo Thixo wakho?
Ukwenzela nton’na?
Babuzile bayabuza 

Sengiyayibona indlela
Wuuuuh…wuuuuuh
Sengiyayibona indlela
Wuuuuh…wuuuuuh

Liphi na Ithemba lahko
Elam’ Ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

Liphi na Ithemba lahko
Elam’ Ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

Ithemba lami
Elam’ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

Ithemba lami

Liphi na Ithemba lahko
Elam’ Ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

Liphi na Ithemba lahko
Elam’ Ngonyuka nalo
Lingibonise Indlela
Lingibonise indlela

You May Also Like